Credits

PERFORMING ARTISTS
Bongeziwe Mabandla
Bongeziwe Mabandla
Performer
Tiago Correia-Paulo
Tiago Correia-Paulo
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Bongeziwe Mabandla
Bongeziwe Mabandla
Songwriter
Tiago Correia-Paulo
Tiago Correia-Paulo
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Rogan Kelsey
Rogan Kelsey
Mastering Engineer
Tiago Correia-Paulo
Tiago Correia-Paulo
Producer
Stephen Sedgwick for Solar Management Ltd.
Stephen Sedgwick for Solar Management Ltd.
Mixing Engineer

Lyrics

Ndiyakhala mama Ndikhalela wena Ndifuna undithathe Undibek' es'fubeni sakho Ndiyakhala mama Ndikhalela wena Ndifuna undithathe Undibek' es'fubeni sakho Uthi thula Thula sana lwam Uthi thula Thula sana lwam Uthi thula Thula sana lwam Uthi thula Thula sana lwam Uyabona yophukile intliziyo Ngoba ungakwaz' ukwamkela Konke endikuko Bangandi f'lathela bonk' abanye Kodwa wena ndiyakudinga Ngoba nguwe, nguwe, nguwe ilizwe lami Ndiyakhala mama Ndikhalela wena Ndifuna undithathe Undibek' es'fubeni sakho Ndiyakhala mama Ndikhalela wena Ndifuna undithathe Undibek' es'fubeni sakho Uthi thula Thula sana lwam Uthi thula Thula sana lwam Uthi thula Thula sana lwam Uthi thula Thula sana lwam
Writer(s): Bongeziwe Mabandla, Tiago Correia-paulo Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out