Lyrics

Mandihambe nawe Yesu Kuzo zonk'indlela zam Izwi Lakho (izwi Lakho mandilive lonk'ixesha Nkosi yam) Ungoyiki (ungoyiki mphefumlo wam yondikaphi Nkosi yam) Ndoyanayo ndoyanayo ndingaphiki ithi yiza emva kwam Mandihambe (mandihambe nawe Yesu zulwandis' ukholo lwam) Ndonwabile (ndonwabil imini yonke xa ukhoyo Nkosi yam) Ungoyiki ungoyiki mphefumlo wam yondikhaphi Nkosi yam ndoyanayo ndingaphiki ithi yiza emva kwam Mandihambe mandihambe nawe Yesu uzoyisi ntshaba zam unamandla andinawo lawula lawula Nkosi yam Ungoyiki mphefumlo wam yondikhaphi Nkosi yam ndoya nayo ndingaphiki ithi yiza emva kwam Mandihlale mandihlale nawe Yesu kwaku fik'ukufa kwam zundamkele ezulwini ndiye kuwe Nkosi yam Ungoyiki ungoyiki mphefumlo wam yondikhaphi Nkosi yami ndoya nayo ndingaphiki ithi yiza emva kwam Ungoyiki ungoyiki mphefumlo wam yondikhaphi Nkosi yam ndoya ndingaphiki ithi yiza emva kwam (end)
Writer(s): Lusanda Perseverance Mcinga Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out