Lyrics

kukhw'a bantu kule ndawo abafun'ubona ntwe ntle tu xa bebona omnye umntu ezama bayonyanya bath'uzenza ngcono, ngcon'ulandeli phupha lakho ngcon'usabelu bizo lwakho, hayi Ngcono kuthwa uyaphambana, kunokuba Uphalale njengabo Xa ndibulisa bayathula ndithi molweni, abavumi Xa ndidlula bayathetha, Akabulisi ucing'ubungcono Abasafuni nohlala nam Xandingena bayaphakama bahambe Uzos'imoshela abantwana lo bakahambe Bendifunu thando njena Kant'abantu balendawo banjaniiii Abafunu bona ntwentle tu Xa bebona omny'umntu ezama, bayonyanya Bath'uzenza ngcono Ngcon'ulandili phupha lakho Ngcon'usabelu bizo lwakho oohh Ngcono kuthwa uyaphambana kunokuba Uphalale njengabo Kanti abantu balendawo, abufunu bona ntwe ntle tu Xa bebona omnye umntu ezama bayonyanya Bath'uzenza ngcono End
Writer(s): Bongani Mahlaole, Nkosinathi Mankayi Lyrics powered by www.musixmatch.com
Get up to 2 months free of Apple Music
instagramSharePathic_arrow_out